Jump to content

I-computer hardware

Livela
Revision as of 13:23, 8 EyoKwindla 2016 by Nomden (inthetho | Igalelo) (Created by translating the page "Computer hardware")
(diff) ← Inguqulelo endala | Latest revision (diff) | Newer revision → (diff)

I-Computer hardware okanye i-hardware ibhekisa kwizixhobo zekhompyutha ezibonakalayo nonokuziphatha ngezandla.

eminye imizekelo yezi zixhobo iquka;

  • i-processor
  • i-memory
  • i-motherboard
  • i-graphics card
  • i-network card
  • i-modem
  • i-USB flash drive
  • i-hard drive

I-hardware idinga i-software kuba yiyo exelela ihardware ukuba yenze ntoni na. ukuba ayinakubakho i-software, i-hardware ayinakusetyenziswa okanye ayinakusebenza.